Iindumiso 40:14-16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

14. Mabadane babe neentloni kupheleAbazungula umphefumlo wam ukuze bawuphephethe;Mababuye muva bahlazekeÁbananzé ukuba ndihlelwe bububi.

15. Mabamangaliswe ngumvuzo wehlazo laboAbathi kum, Tshotsho! Tshotsho!

16. Mababe nemihlali bavuye ngawe bonke abakufunayo,Abaluthandayo usindiso lwakho bahlale besithi,Makenziwe mkhulu uYehova.

Iindumiso 40