Iindumiso 36:11-12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

11. Malungandinyatheli unyawo lonekratshi,Singandiphekuzi isandla sabangendawo.

12. Nâbo bewile abasebenzi bobutshinga;Batyhalwé bawa, ababa nakuvuka.

Iindumiso 36