Iindumiso 33:13-17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

13. Uqondéle esemazulwini uYehova;Uyababona bonke oonyana babantu;

14. Esendaweni yakhe yokuhlala, wondeleKubemi bonke behlabathi:

15. Ulobumba ngakunye intliziyo yabo,Uloqonda zonke izenzo zabo.

16. Akukho kumkani osindiswa yimpi enkulu;Igorha àlihlangulwa ngamandla alo amakhulu.

17. Liyaxoka ihashe ukuba lingásindisa,Nangamandla alo amakhulu alinakusiza.

Iindumiso 33