1. Ngamana wakuphendula uYehova ngemini yembandezelo,Ngamana lakúsa engxondeni igama likaThixo kaYakobi!
2. Wakúthumela uncedo lwasengcweleni,Wakúxhasa eseZiyon!
3. Wayikhumbula yonke iminikelo yakho yokudla,Wawafumana etyebile amadini akho anyukayo! (Phakamisani.)