Iindumiso 19:13-14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

13. Kwanasekukhukhumaleni mnqande umkhonzi wakho;Makungandilawuli; ukuze ndandule ukuba ngogqibeleleyo,Ndibe msulwa ekukreqeni okukhulu.

14. Makakholeke amazwi omlomo wam, nezicamango zentliziyo yam,Phambi kwakho, Yehova, liwa lam, mkhululi wam.

Iindumiso 19