Iindumiso 18:49-50 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

49. Ngenxa yoko ndiya kubulela kuwe, Yehova, phakathi kweentlanga,Ndivume kwigama lakho.

50. Ulokhulisa iintsindiso zokumkani wakhe;Wenzayo inceba kumthanjiswa wakhe,KuDavide, nakwimbewu yakhe kude kuse ephakadeni.

Iindumiso 18