Iindumiso 145:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Ndiya kukuphakamisa, Thixo wam, wena Kumkani,Ndilibonge igama lakho ngonaphakade kanaphakade.

2. Imihla yonke ndiya kukubonga,Ndilidumise igama lakho ngonaphakade kanaphakade.

Iindumiso 145