Iindumiso 130:4-8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

4. Ngokuba kunawe ukuxolela,Ukuze woyikwe.

5. Ndithembéle kuYehova, uthembile umphefumlo wam;Ndilindé ilizwi lakhe.

6. Umphefumlo wam ulindele eNkosiniNgaphezu kwabalinde ukusa, Ewe, abalinde ukusa.

7. Lindela kuYehova, Sirayeli,Ngokuba inceba ikuYehova;Ikuye inkululeko eninzi.

8. Yena ke wowakhulula amaSirayeliEbugwenxeni bawo bonke.

Iindumiso 130