Iindumiso 121:1-4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Ndíwaphakamisele ezintabeni na amehlo am?Luya kuvela phi na uncedo lwam?

2. Uncedo lwam luvela kuYehova,UMenzi wezulu nehlabathi.

3. Akayi kukha alunikele unyawo lwakho ekutyibilikeni;Akayi kukha ozele umgcini wakho.

4. Ùyabona, akozeli, akalali,UMgcini kaSirayeli.

Iindumiso 121