Iindumiso 109:30-31 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

30. Ndiya kubulela kakhulu kuYehova ngomlomo wam,Ndimdumise phakathi kwabaninzi;

31. Kuba emi ekunene kolihlwempu,Ukuba amsindise kwabawugwebayo umphefumlo wakhe.

Iindumiso 109