Iindumiso 108:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Izimasekile intliziyo yam, Thixo,Ndiya kuvuma, ndibethe uhadi,Kwanozuko lwam.

2. Vukani, mrhubhe nohadi;Ndiya kusiphangela isifingo.

3. Ndiya kubulela kuwe phakathi kwezizwe, Yehova,Ndikubethele uhadi phakathi kwezizwe.

Iindumiso 108