24. Bazibona bona izenzo zikaYehova,Nemisebenzi yakhe ebalulekileyo enzulwini.
25. Watsho, wavusa umoya ovuthuzayo,Waphakamisa amaza ayo.
26. Banyuka basinga ezulwini, behla basinga emanzini enzonzobila;Umphefumlo wabo uthe amandla bububi.
27. Bathendeleka, bahexa njengenxila,Butshone bonke ubulumko babo.