Iindumiso 106:46-48 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

46. Wabafumanisa imfesanePhambi kwabo bonke abaye bebathimbile.

47. Sísindise, Yehova, Thixo wethu,Síbuthe ezintlangeni,Ukuze sibulele kwigama lakho elingcwele,Sizingce ngendumiso yakho.

48. Makabongwe uYehova, uThixo kaSirayeli,Kususela kwaphakade kude kuse ephakadeni.Mabathi bonke abantu, Amen.Haleluya!

Iindumiso 106