Iindumiso 104:32-35 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

32. Ulobheka emhlabeni, uzamazame;Uchukumisa iintaba, ziqhume.

33. Ndiya kuvuma kuYehova lo gama ndidla ubomi,Ndiya kumbethela uhadi uThixo wam ekubeni ndingokhoyo.

34. Makube nencasa kuye ukucamngca kwam;Mna ndiya kuvuya ngoYehova.

35. Mabagqitywe ehlabathini aboni,Bangabi sabakho abangendawo.Mbonge uYehova, mphefumlo wam,Haleluya!

Iindumiso 104