Igenesis 49:13-16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

13. UZebhulon uya kuma ngasezibukweni lolwandle,

14. Ewe, ngasezibukweni leenqanawa,Icala lakhe lisingise eTsidon.UIsakare yinyathi ye-esile,Ulala phakathi kweentlanti.

15. Wakúbona ukuphumla ukuba kulungile,Nelizwe ukuba limnandi;Igxalaba lakhe walithobela ukuthwala,Waba ngumsébenzi ofakwa uviko.

16. UDan uya kugweba phakathi kwabantu bakowabo,Njengezinye izizwe zakwaSirayeli.

Igenesis 49