Igenesis 47:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uFaro kubazalwana bakhe, Uyintoni na umsebenzi wenu? Bathi kuFaro, Abakhonzi bakho ngabafuyi bempahla emfutshane, thina aba kwanoobawo bethu.

Igenesis 47

Igenesis 47:1-7