Igenesis 37:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Abakhuluwa bakhe bathi kuye, Yinene na ukuba uya kuba ngukumkani phezu kwethu? Yinene na ukuba uya kusilawula? Kwaba kukhona bamthiyayo ngenxa yamaphupha akhe, nangenxa yamazwi akhe.

Igenesis 37

Igenesis 37:1-14