Igenesis 37:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

USirayeli wayemthanda uYosefu ngaphezu kwabo bonke oonyana bakhe, ngokuba ebengunyana wokwaluphala kwakhe; yena wamenzela ke ingubo ende enemikhono.

Igenesis 37

Igenesis 37:1-7