Igenesis 32:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Andiyilingene inceba yonke, nenyaniso yonke oyenzileyo kumkhonzi wakho; kuba ndayiwela le Yordan, ndinentonga yam yodwa, kodwa ngoku ndimfuduka mbini.

Igenesis 32

Igenesis 32:2-12