Igenesis 30:30 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba obunayo ndingekafiki yabe imbalwa, ngoku izazekile yaninzi; uYehova ukusikelele apho unyawo lwam luthe lwanyathela; kaloku ndiya kuyisebenzela nini na mna eyam indlu?

Igenesis 30

Igenesis 30:22-39