Igenesis 25:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yiyo le iminyaka yokudla ubomi kukaIshmayeli: iminyaka elikhulu elinamanci mathathu, aneminyaka esixhenxe. Waphuma umphefumlo, wafa, wahlanganiselwa kwabakowabo.

Igenesis 25

Igenesis 25:8-27