Igenesis 21:4-6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

4. UAbraham wamalùsa uIsake unyana wakhe, akuba ntsuku zisibhozo ezelwe, njengoko uThixo abemwisele umthetho.

5. UAbraham ube eminyaka ilikhulu, ukuzalelwa kwakhe uIsake unyana wakhe.

6. Wathi uSara, Úndihlekisile uThixo; bonke abakuvayo oku baya kuhleka nam.

Igenesis 21