Igenesis 18:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba ndazé yena, ukuze abawisele umthetho abantwana bakhe, nendlu yakhe emva kwakhe, bagcine indlela kaYehova, benze ubulungisa nokusesikweni, ukuze uYehova amenzele uAbraham into ayithethileyo kuye.

Igenesis 18

Igenesis 18:12-26