Igenesis 1:13-15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

13. Kwahlwa kwasa: yangumhla wesithathu.

14. Wathi uThixo, Makubekho izikhanyiso esibhakabhakeni samazulu, zibe ngumahlulo wokwahlula imini kubusuku; zibe zezemiqondiso, zibe zezamaxesha amisiweyo, zibe zezemihla neminyaka;

15. mazibe zizikhanyiso esibhakabhakeni samazulu, zikhanyise ehlabathini. Kwaba njalo.

Igenesis 1