Ieksodus 8:26 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uMoses, Àkulungisile ukwenjenjalo; kuba soba sibingelela amasikizi amaYiputa kuYehova uThixo wethu. Ukuba sithe sabingelela into engamasikizi kumaYiputa phambi kwawo, osixuluba ngamatye.

Ieksodus 8

Ieksodus 8:24-28