Ieksodus 8:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Wathi uYehova kuMoses, Yiya kuFaro, uthi kuye, Utsho uYehova ukuthi, Bandulule abantu bam, baye kundikhonza.

2. Ke ukuba ùthe akwavuma ukubandulula, uyabona, ndoyibetha yonke imida yakho ngamasele;

3. umlambo unyakazele amasele, anyuke, angene endlwini yakho, nasesililini sakho, naphezu kwesingqengqelo akho, nasendlwini yabakhonzi bakho, nasebantwini bakho, nasezimbizeni zakho, nasemikhumbini yakho yentlama;

Ieksodus 8