Ieksodus 20:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. UThixo wawathetha ke onke la mazwi, wathi:

2. NdinguYehova, uThixo wakho, owakukhupha ezweni laseYiputa, endlwini yobukhoboka.

3. Uze ungabi nathixo bambi ngaphandle kwam.

Ieksodus 20