Ekayakobi 4:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Zivela phi na iimfazwe nokulwa phakathi kwenu? Aziveli na apha eziyolweni zenu, eziwaphumela umkhosi amalungu enu?

Ekayakobi 4

Ekayakobi 4:1-10