Ekayakobi 1:20-22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

20. kuba ingqumbo yendoda ayisebenzi bulungisa bukaThixo.

21. Kungoko endithi, yithini, nibubekile nxamnye bonke ubunyhukunyhuku nokuphuphuma ulunya, namkele ninobulali ilizwi elimiselweyo kuni, elinako ukuyisindisa imiphefumlo yenu.

22. Yibani ke ngabenzi belizwi, ningabi ngabaphulaphuli kodwa, nizidephisela.

Ekayakobi 1