Abagwebi 8:33-35 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

33. Kwathi, akufa uGidiyon, babuya oonyana bakaSirayeli bahenyuza ngokulandela uBhahali;* bazimisela uBhahalibheriti,* waba nguthixo wabo.

34. Oonyana bakaSirayeli abamkhumbulanga uYehova uThixo wabo, owabahlangulayo esandleni seentshaba zabo zonke ngeenxa zonke;

35. àbayenzela nceba indlu kaYerubhahali, kaGidiyon, ngokokulunga konke awawenzeláyo amaSirayeli.

Abagwebi 8