Abagwebi 15:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waya uSamson wabamba amakhulu omathathu eempungutye, wathabatha izikhuni ezivuthayo, waziqhagamshela ngemisila, wafaka isikhuni sasinye phakathi kwayo.

Abagwebi 15

Abagwebi 15:1-9