Abagwebi 15:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uyise womfazi, Bendiba umthiyile ngenene, ndamnika umlingane wakho. Akamhle na umsakwabo kunaye? Makabe ngowakho esikhundleni sakhe.

Abagwebi 15

Abagwebi 15:1-9