Abagwebi 14:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wamfikela ngamandla uMoya kaYehova, wayiqwenga, wanga uqwenga itakane, kungekho nto esandleni sakhe; akakuxela kuyise nakunina akwenzileyo.

Abagwebi 14

Abagwebi 14:3-8