2 Usamuweli 9:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke indlu kaSawule ibinomkhonzi ogama linguTsibha; bambizela kuDavide. Wathi ukumkani kuye, UnguTsibha na? Wathi yena, Ndingumkhonzi wakho.

2 Usamuweli 9

2 Usamuweli 9:1-5