2 Usamuweli 6:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

yonke ingxokolo yamaSirayeli, kwathabathela kwindoda kwesa nakumfazi; elowo wamnika umqhathane wesonka, nomlinganiso wewayini, nesicumba seerasintyisi. Baya ke bonke abantu elowo endlwini yakhe.

2 Usamuweli 6

2 Usamuweli 6:13-23