2 Usamuweli 5:21-23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

21. Azishiya izithixo zawo; bazithabatha uDavide namadoda akhe.

22. Abuya aphinda enyuka amaFilisti, athi dwe entilini yamaRafa.

23. Wabuza uDavide kuYehova, wathi yena, Uze ungenyuki; jikela emva kwawo, ufike kuwo malunga nemithi yemibhaka.*

2 Usamuweli 5