2 Usamuweli 4:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bona bangena endlwini phakathi, ngokungathi baza kuthabatha ingqolowa, basuka bamtsho esiswini; basaba uRekabhi noBhahana umzalwana wakhe.

2 Usamuweli 4

2 Usamuweli 4:1-12