2 Usamuweli 20:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UAmasa watyikatyikeka egazini emendweni. Yabona indoda leyo, ukuba abantu bonke bathe nqumama, yamsusa uAmasa emendweni, yamshenxisela ecaleni, yaphosa ingubo phezu kwakhe; ngokokuba ibibona bemana ukuthi nqumama bonke abafika kuye.

2 Usamuweli 20

2 Usamuweli 20:3-13