2 Usamuweli 17:21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi emva kokumka kwabo, baphuma equleni, baya bamxelela ukumkani uDavide; bathi kuDavide, Sukani niwele kamsinya emanzini; ngokuba wenjenje uAhitofele ukubapha icebo ngani.

2 Usamuweli 17

2 Usamuweli 17:16-24