2 Ookumkani 5:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wabuyela kumfo wakwaThixo, yena nesihlwele sakhe sonke, weza, wema phambi kwakhe, wathi, Uyabona, ndiyaqonda ngoku ukuba akukho Thixo ehlabathini lonke, kùkwaSirayeli kodwa; kaloku khawamkele intsikelelo kumkhonzi wakho.

2 Ookumkani 5

2 Ookumkani 5:10-21