2 Ookumkani 23:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wabheka uYosiya, wawabona amangcwaba abekhona entabeni, wathumela, wawathabatha amathambo emangcwabeni lawo, wawatshisela phezu kwesibingelelo, wasenza inqambi ngokwelizwi likaYehova, awalimemezayo umfo wakwaThixo, owawamemezayo la mazwi.

2 Ookumkani 23

2 Ookumkani 23:9-22