2 Ookumkani 23:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wayenza inqambi iTofete, esemfuleni wakwaBhen-hinom, ukuze kungabikho mntu umcandisa emlilweni kuMoleki* unyana wakhe, nokuba yintombi yakhe.

2 Ookumkani 23

2 Ookumkani 23:9-20