2 Ookumkani 20:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ndongèze kwimihla yakho ishumi elinesihlanu leminyaka; ndikuhlàngule wena nalo mzi esandleni sokumkani waseAsiriya, ndiwukhusele lo mzi ngenxa yam, nangenxa kaDavide umkhonzi wam.

2 Ookumkani 20

2 Ookumkani 20:3-7