2 Ookumkani 2:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi, xa bawelileyo, wathi uEliya kuElisha, Cela into, ndikwènzele, ndingekasuswa kuwe. Wathi uElisha, Mandizuze izahlulo ezibini zomoya wakho.

2 Ookumkani 2

2 Ookumkani 2:6-17