2 Ookumkani 18:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bawuthimba ekupheleni kweminyaka emithathu, ngomnyaka wesithandathu kaHezekiya (lowo ngumnyaka wesithoba kaHoseya, ukumkani wakwaSirayeli); wathinjwa ke umzi wakwaSamari.

2 Ookumkani 18

2 Ookumkani 18:8-18