2 Ookumkani 17:39-41 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

39. NguYehova uThixo wenu yedwa eniya koyika yena; wonihlangula esandleni seentshaba zenu yena.

40. Àbaphulaphulanga; benza ngokwesiko labo lamhlamnene.

41. Zaye zisithi ke ezo ntlanga zoyike uYehova, zikhonze nemifanekiso yazo eqingqiweyo; kananjalo abantwana bazo, nabantwana babantwana bazo, njengoko benza ngako ooyise, benza ngako nabo unanamhla.

2 Ookumkani 17