2 Ookumkani 14:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ùwabulele okunene amaEdom, yakuphakamisa intliziyo yakho; zuka ngaloo nto uhlale endlwini yakho. Yini na ukuba ufekethe ngobubi, uwe, wena namaYuda anawe?

2 Ookumkani 14

2 Ookumkani 14:3-16