2 Ookumkani 1:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathetha kubo, wathi, Iluhlobo luni na indoda leyo inyukileyo yeza kunikhawulela, yathetha loo mazwi kuni?

2 Ookumkani 1

2 Ookumkani 1:6-16