2 Ookumkani 1:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UAhaziya wawa efestileni yegumbi lakhe eliphezulu elikwaSamari, wahliwa kukufa ke; wathuma abathunywa, wathi kubo, Hambani niye kubuzisa kuBhahali-zebhubhi, uthixo wase-Ekron, ukuba ndiya kuphila na kwesi sifo.

2 Ookumkani 1

2 Ookumkani 1:1-5