2 Kwabasekorinte 9:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Elowo makanike njengoko agqibe ngako entliziyweni; makungabi kokuphuma kabuhlungu, nangokunyanzelwa; kuba uThixo uthanda umphi ochwayithileyo.

2 Kwabasekorinte 9

2 Kwabasekorinte 9:1-15